Ngqushwa Local Municipality quarterly newsletter july – september 2025
Ngqushwa Local Municipality quarterly newsletter july – september 2025 Read More »
Namhlanje uMasipala waseNgqushwa ububambe i Representative Forum yokugqibela kulonyaka mali umiyo nabathathi nxaxheba, kunikezelwa ingxelo yesicwangciso sophuhliso oludibeneyo, uhlahlo lwabiwo mali kunye nentlawulo yerhafu yonyaka-mali ka 2025/26 (IDP/BUDGET & TARIFFS) kwiholo iNcumisa Kondlo. Le ndibano ibikhokhelwa nguSodolophu wosuku, uCeba Nomzamo Mtati, ocacise banzi ngengxelo yokuziswa kwenkonzo zoluntu kwaye nezimvo zabahlali zimanyelwe ngumasipala. Emva kwale ndibano,
2025/26 (IDP/BUDGET & TARIFFS) Read More »
Namhlanje iholo iNcumisa Kondlo beligcwele liphuphuma njengoko bekunikezelwa ngembali yoMqwashu oneminyaka elikhulu elinamashumi alithoba (190). Lo msitho ubuzinyaswe ngu Sodolophu wosuku uCeba Mfundo Gqo,ibhunga lamaMfengu, iBhunga leTyalike, iNdlu yeeNkosi, izikolo zemfundo ephakamileyo ezingqonge iNgqushwa esingabalula iSotini, St Charles Sojola, Umzuxolile, Ncedolwethu, Amazizi, Sobantu, Mfundweni, Kanana, Kaulela kunye nabahlali. Lomsitho ubugxile banzi ngokubaluleka kwembali yethu wangena