Ngqushwa Local Municipality

2025/26 (IDP/BUDGET & TARIFFS)

Namhlanje uMasipala waseNgqushwa ububambe i Representative Forum yokugqibela kulonyaka mali umiyo nabathathi nxaxheba, kunikezelwa ingxelo yesicwangciso sophuhliso oludibeneyo, uhlahlo lwabiwo mali kunye nentlawulo yerhafu yonyaka-mali ka 2025/26 (IDP/BUDGET & TARIFFS) kwiholo iNcumisa Kondlo.

Le ndibano ibikhokhelwa nguSodolophu wosuku, uCeba Nomzamo Mtati, ocacise banzi ngengxelo yokuziswa kwenkonzo zoluntu kwaye nezimvo zabahlali zimanyelwe ngumasipala.

Emva kwale ndibano, umqulu we IDP uzakupasiswa libhunga(Council) ze amaxwebhu axhonywe kwiwebhusayithi (website) kaMasipala nakwi Ofisi zikaMasipala, ukuze afumaneke kuluntu lonke.

Report an Issue

Skip to content