2025/26 (IDP/BUDGET & TARIFFS)
Namhlanje uMasipala waseNgqushwa ububambe i Representative Forum yokugqibela kulonyaka mali umiyo nabathathi nxaxheba, kunikezelwa ingxelo yesicwangciso sophuhliso oludibeneyo, uhlahlo lwabiwo mali kunye nentlawulo yerhafu yonyaka-mali ka 2025/26 (IDP/BUDGET & TARIFFS) kwiholo iNcumisa Kondlo. Le ndibano ibikhokhelwa nguSodolophu wosuku, uCeba Nomzamo Mtati, ocacise banzi ngengxelo yokuziswa kwenkonzo zoluntu kwaye nezimvo zabahlali zimanyelwe ngumasipala. Emva kwale ndibano, […]
2025/26 (IDP/BUDGET & TARIFFS) Read More »