Ngqushwa Local Municipality

2025/26 (IDP/BUDGET & TARIFFS)

Namhlanje uMasipala waseNgqushwa ububambe i Representative Forum yokugqibela kulonyaka mali umiyo nabathathi nxaxheba, kunikezelwa ingxelo yesicwangciso sophuhliso oludibeneyo, uhlahlo lwabiwo mali kunye nentlawulo yerhafu yonyaka-mali ka 2025/26 (IDP/BUDGET & TARIFFS) kwiholo iNcumisa Kondlo. Le ndibano ibikhokhelwa nguSodolophu wosuku, uCeba Nomzamo Mtati, ocacise banzi ngengxelo yokuziswa kwenkonzo zoluntu kwaye nezimvo zabahlali zimanyelwe ngumasipala. Emva kwale ndibano,

2025/26 (IDP/BUDGET & TARIFFS) Read More »

Commemorating the 190th Anniversary of the Amafengu Oath and the 2024 Proclamation of uMqwashu Memorial Site as a National Heritage Site.

Namhlanje iholo iNcumisa Kondlo beligcwele liphuphuma njengoko bekunikezelwa ngembali yoMqwashu oneminyaka elikhulu elinamashumi alithoba (190). Lo msitho ubuzinyaswe ngu Sodolophu wosuku uCeba Mfundo Gqo,ibhunga lamaMfengu, iBhunga leTyalike, iNdlu yeeNkosi, izikolo zemfundo ephakamileyo ezingqonge iNgqushwa esingabalula iSotini, St Charles Sojola, Umzuxolile, Ncedolwethu, Amazizi, Sobantu, Mfundweni, Kanana, Kaulela kunye nabahlali. Lomsitho ubugxile banzi ngokubaluleka kwembali yethu wangena

Commemorating the 190th Anniversary of the Amafengu Oath and the 2024 Proclamation of uMqwashu Memorial Site as a National Heritage Site. Read More »

COMMUNITY ENGAGEMENT

uSodoluphu uSanga Maneli ephelekwe ngu Nkosi Zanovuyo Njokweni weSizwe sakwa Jaji, amagosa omasipala i-Amathole kunye nawaseNgqushwa bandwendwele eLower Gwalana ngenjongo yokusabela kubahlali ngembalelwano emalunga nemingeni abajongene nayo kwilali yabo. Abahlali bacacisile banzi oko bakulindeleyo ikakhulukazi kwicala lenkonzo zamanzi kunye nedlela esuka kwaLewis ukuya eFish River. Ingxoxo iqhubile, Amagosa womasipala wesiThili i-Amathole acacisile intsusa yengxaki malunga

COMMUNITY ENGAGEMENT Read More »

STAKEHOLDER ENGAGEMENT: ESTABLISHMENT OF LANDFILL SITE

uSodolophu wosuku uCeba Lindiwe Mdabula ephelekwe ngoCeba kunye namagosa kamasipala bandwendwele iSizwe samaRaule (Amaraule Traditional Council) kwilali yakwaTuku kwa Wadi 5 ngenjongo yokuthethathethana nabo malunga nomba obalulekileyo wokusekwa ngokutsha kwendawo yokulahla inkunkuma kwisiza esikumhlaba okude kwilali yaseLeqeni. UCeba Lindwe Mdabula kwinkcazelo yakhe uphefumle wathi, “ngethuba kwakusekwa indawo yokulahla inkunkuma kwaWadi 8 kwakungekho zindlu kufutshane nendawo

STAKEHOLDER ENGAGEMENT: ESTABLISHMENT OF LANDFILL SITE Read More »

BUSINESS MANAGEMENT TRAINING SESSION FOR SMME’S

Ngqushwa Municipality in partnership with National Youth Development Agency (NYDA) held a five-day Business Management Training Workshop. The training was facilitated by Ms Zukiswa Mngxe from NYDA and it aims to equip small, medium, and micro enterprises with information on drafting business plans, business ideas and essential skills and knowledge to successfully manage and grow

BUSINESS MANAGEMENT TRAINING SESSION FOR SMME’S Read More »

Report an Issue

Skip to content